Nkosi sikelel' iAfrika (Lord Bless Africa) Nkosi, sikelel' iAfrika, Malupnakanyisw' udumo lwayo; Yizwa imithandazo yethu Nkosi sikelela, Nkosi sikelela, Nkosi, sikelel' iAfrika, Malupnakanyisw' udumo lwayo; Yizwa imithandazo yethu Nkosi sikelela, Nkosi sikelela, Woza Moya (woza, woza), Woza Moya (woza, woza), Woza Moya, Oyingcwele. Usisikelele, Thina lusapho lwayo.
|
|
|